Skip to main content
16 August 2023

APPLY FOR THE Masakh'iSizwe BURSARY PROGRAMME

What is the Masakh'iSizwe Bursary Programme about?

At the beginning of 2006, the Western Cape Government Transport and Public Works established the Masakh' iSizwe Bursary Programme. The vision is to make cohorts of professionals in engineering and built environment fields critical to the growth of the economy available to the province, the country and continent of Africa. These professionals are characterised by excellence in learning, citizenship and service.

Which bursaries are offered through the Masakh’iSizwe Bursary Programme?

Masakh’iSizwe offers bursaries for full-time studies towards a degree or diploma in the transport, engineering and built environment disciplines:

  • Architecture
  • Construction Management
  • Civil Engineering
  • Electrical Engineering
  • Mechanical Engineering
  • Quantity Surveying
  • Town and Regional Planning
  • Transport Economists
  • Economists
  • Geomatics
  • Property Studies

What does the bursary cover?

  • Tuition fees
  • Accommodation and
  • Support programmes meals (or transport costs)
  • All prescribed books and materials

Where can the bursaries be taken up?

  • University of Cape Town
  • Cape Peninsula University of Technology
  • Stellenbosch University

Will I have to pay anything back?

The bursaries are offered on a work-back basis. In other words, you will have to work in the public service for one year, for every year you have received a bursary. During your studies you will also need to:

  • Attend workshops, events and meetings
  • Partake in outreach programmes and
  • Undertake academic experiential training

Who can apply for a bursary?

  • A South African citizen
  • Students accepted at the relevant tertiary institutions

Preference will be given, but not limited to:

Persons with disabilities, the financially disadvantaged, female learners and applicants from rural areas of South Africa.

How do I apply?

The closing date for applications is 31 August every year.

Download the application form at: https://www.westerncape.gov.za/tpw/masakhisizwe-bursary-programme

 

Sikunika ithuba lokuba wakhe ikamva eliqaqambileyo ngeNkqubo yethu yeBhasari iMasakh’iSizwe Bursary

 Imalunga nantoni le Nkqubo yeMasakh'iSizwe Bursary?

Ekuqaleni ko-2006, iSebe lezoThutho neMisebenzi yoLuntu loRhulumente weNtshona Koloni lasungula le Nkqubo iMasakh 'iSizwe Bursary. Umbono kukwenza amaqela eengcali ezineenjongo ezifanayo kubunjineli aze akhe amaqonga adingekayo okukhulisa uqoqosho olufumanekayo kwiphondo, kwilizwe nakwilizwekazi laseAfrika. Ezi ngcali zibonakala ngokugqwesa ekufundeni, kubumi nasekunikezeleni ngeenkonzo.

Zeziphi iibhasari ekubonelelwa ngazo kule Nkqubo iMasakh’iSizwe Bursary?

IMasakh’iSizwe ibonelela ngeebhasari zokufunda isigxina izifundo zezidanga okanye zediploma kwezothutho, kwezobunjineli nozolwakhiwo lokusingqongileyo:

  • Uyilozindlu
  • ULawulo lwezoLwakhiwo
  • Ubunjineli boLwakhiwozindlela
  • Ubunjineli kwezoMbane
  • Ubunjineli kwezokuKhanda
  • Ubunocanda kwezoKwakha
  • Ucwangciso lweDolophu nolweNgingqi
  • Uqoqosho lwezoThutho
  • Ezoqoqosho
  • Iijiyometiki
  • Izifundo zePropathi

Ingaba ihlawulela ntoni le bhasari?

  • Ukufunda • Indawo yokuhlala kunye
  • Nokutya kweenkqubo zenkxaso (okanye iindleko zezothutho)
  • Zonke iincwadi nezixhobo ezifunekayo

Ngawaphi amaziko emfundo anokuhlawulelwa yile bhasari?

  • YiYunivesithi yaseKapa
  • YiCape Peninsula University of Technology
  • YiYunivesithi yaseStellenbosch

Ingaba ikho imali ekuza kufuneka ndibuyise kusini na?

Iibhasari zibuyiswa ngendlela yokuthi usebenzel' urhulumente. Ngamanye amagama, kuza kufuneka usebenzele urhulumente kangangonyaka omnye, nyaka ngamnye ofumana ngawo ibhasari. Kwakhona, ngeli xesha ufunda kuza kufuneka ukuba:

  • Uzimase amacweyo, imisitho kunye neentlanganiso
  • Uthathe inkxaxheba kwiinkqubo zokufikelel' ebantwini kwaye
  • Wenza noqeqesho loqhelisomsebenzi ukuze ufuman' amava

Ngubani onokwenza isicelo sale bhasari?

  • Ngummi woMzantsi Afrika
  • Ngabafundi abathathiweyo kula maziko emfund' ephakamileyo afanelekileyo

Ingqalasela iza kunikwa, kodwa kungaphelelwanga apho:

Abantu abanokhubazeko, abo bahlelelekileyo ngokwasemalini, abafundi abangamabhinqa kunye nabo baphuma emaphandleni eMzantsi Afrika.

Ndisenza njani isicelo?

Umhla wamanqam okufakwa kwezicelo ngumhla wama-31 kweyeThupha minyaka le.

Iqhotyoshelwe apha kule imeyile ifomu yesicelo okanye unokuyidawunlowuda apha: https://www.westerncape.gov.za/tpw/masakhisizwe-bursary-programme

 

Ons gee jou met die Masakh’iSizwe-beursprogram ’n kans om ’n beter toekoms te bou

 Wat is die Masakh'iSizwe-beursprogram?

Die Wes-Kaapse Regering se Departement van Vervoer en Openbare Werke het aan die begin van 2006 die Masakh 'iSizwe-beursprogram gestig. Die visie is om groepe professionele persone byeen te bring op die gebiede van ingenieurswese en die beboude omgewing wat van kritieke belang vir die groei van die provinsie se ekonomie, die land en die vasteland van Afrika is. Hierdie professionele persone word gekenmerk deur uitnemendheid in leer, burgerskap en diens.

Watter beurse word deur die Masakh’iSizwe-beursprogram aangebied?

Masakh’iSizwe bied beurse vir voltydse studie vir ’n graad of diploma in die dissiplines van vervoer, ingenieurswese en die geboude omgewing:

  • Argitektuur
  • Konstruksiebestuur
  • Siviele ingenieurswese
  • Elektriese ingenieurswese
  • Meganiese ingenieurswese
  • Bourekenkunde
  • Stads- en Streekbeplanning
  • Vervoerekonomie
  • Ekonomie
  • Geomatika
  • Eiendomstudie

 

Wat dek die beurs?

  • Onderrigfooie
  • Verblyf
  • Maaltye (of vervoerkoste) vir steunprogramme
  • Alle voorgeskrewe boeke en materiaal

Waar kan die beurse gebruik word?

  • Universiteit van Kaapstad
  • Kaapse Skiereiland Universiteit van Tegnologie
  • Universiteit Stellenbosch

Gaan ek enigiets hoef terug te betaal?

Die beurse word op ’n terugwerkbasis aangebied. Met ander woorde, jy sal een jaar in die staatsdiens moet werk vir elke beurs wat jy ontvang het. Tydens jou studie moet jy ook:

  • werkswinkels, geleenthede en vergaderings bywoon;
  • aan uitreikprogramme deelneem; en
  • akademiese ervaringsopleiding onderneem.

Wie kan vir ’n beurs aansoek doen?

  • Suid-Afrikaanse burgers
  • Studente met toelating tot al die relevante tersiêre instellings

Voorkeur sal gegee word, maar is nie daartoe beperk nie, aan:

persone met gestremdhede, mense met ’n finansiële agterstand, vroulike leerders en aansoekers uit landelike gebiede van Suid-Afrika.

Hoe doen ek aansoek?

Die sluitingsdatum vir aansoeke is 31 Augustus elke jaar.

’n Aansoekvorm is by hierdie e-pos aangeheg of jy kan die aansoekvorm ook aflaai by: https://www.westerncape.gov.za/tpw/masakhisizwe-bursary-programme

Issued by the Department of Infrastructure.

Share